Ukwakhiwa kwemibhalo kusetyenziswa izixhobo zolwimi: Ulwazi lolwimi kootitshala nakubafundi abaqeqeshelwa ubutitshla
Ubuchule bokubhala isiXhosa njengolwimi lokufunda nokufundisa kufuna isakhono esilolwe kakuhle, kwabo basisebenzisayo. Xa kubhalwa isiXhosa kuphendulwa imibuzo okanye kubhalwa imibhalo exoxayo, echazayo njalo njalo, iba sisakhono esinzima kakhulu kubafundi. Oku kubanzima kakhulu xa kulindeleke ukuba...
Main Author: | |
---|---|
Format: | Article |
Language: | Afrikaans |
Published: |
Stellenbosch University
2022-02-01
|
Series: | Per Linguam : A Journal of Language Learning |
Subjects: | |
Online Access: | https://perlinguam.journals.ac.za/pub/article/view/953 |